Zolani Mahola
Lullaby For Zen
[Verse 1]
Kwathi ke kaloku ngantsomi
Kwakukho inyanga nelanga
Bonke abantwana babevuya kakhulu ukuhlala phantsi kwelitha lelanga
[Verse 2]
Sithandwa
Sithandwa seli lizwe nguwe
Uyathandwa mntan’ am
Uthandwa ngumama
Uthandwa ngutata
Sonke siyakuthanda
Everybody loves you
Everybody loves you