Mlindo the Vocalist
Thaticard
Mina Mino haa Mino haa

Mina, thatha, thathi'cardi lam
Ngisho mawuyolala baby zogqoka iskippa Sam
Ngisho kwi girls night trans yam kube yakho
Noba bekshela batshele ungowam
Bathi ung’dlisile baby, bengcela upheya ngam
Ntliziyo yam, sthandwa sam
Noba zohamba baby ndfuna wazi' ndlela zam
Indleko zam ndizeza nabangani bam

Ndifuna ubene nice time we ma baby, istress usbeke ecaleni
Angeke bakwenze lutho we my baby zohlele ndiyi bodyguard elapha
Ecalen

Ngathi ndingagibela eyintabeni sthandwa sam ndimemeze
Mamezala ngimamele, Nkomo andnazo ndikwelete
Mntana womuntu ulova uyaybeka
Thando lwangempela ngiyaktshela

Ayibo ntombazana ndyazfela
Ngabe kuya ngam Mina ndyakbheja
Thando lwami kuwena ngayifela
Ngoba ndikthanda ngempela
Ntombazane lalela uthandwa yimina k'phela
Mina, thatha, thathi’cardi lam
Ngisho mawuyolala baby zogqoka iskippa Sam
Ngisho kwi girls night trans yam kube yakho
Noba bekshela batshele ungowam
Bathi ung'dlisile baby, bengcela upheya ngam
Ntliziyo yam, sthandwa sam
Noba zohamba baby ndfuna wazi'ndlela zam
Indleko zam ndizeza nabangani bam

Awu ndoni yamanzi suka sihambe baby
Makqhamka wena ndvele ndmamatheke
Ukuba nawe empilweni yami it's like ndiwini lotto
Ubukhona bakho empilweni yam yazi uletha injabulo

Ayisuka madoda andfuni ukongezwa woo
Uyiphakade lam akekho oyondsusa kuwe
Ndinamathela njenge super glue, olwami kukufa
Izesheli zakho zosala kanjalo zimunci thupha

Mina, thatha, thathi'cardi lam
Ngisho mawuyolala baby zogqoka iskippa Sam
Ngisho kwi girls night trans yam kube yakho
Noba bekshela batshele ungowam
Bathi ung'dlisile baby, bengcela upheya ngam
Ntliziyo yam, sthandwa sam
Noba zohamba baby ndfuna wazi'ndlela zam
Indleko zam ndizeza nabangani bam
Bathi ung'dlisile baby, bengcela upheya ngam
Ntliziyo yam, sthandwa sam
Noba zohamba baby ndfuna wazi’ndlela zam
Indleko zam ndizeza nabangani bam