Dizzy DROS
Lit Freestyle
[Intro]
Noises
(Yeah) (woah)
Ndiyagxiza ndiyagxiza (yeah)
Wagxiza wagxiza saphinda sagxiza (yeah) (mh)
Let's do this shit

[Verse]

Hlel' phez' ukweqhinga
Can't swallow my pride iyabinda
Drip okoko
Swag yakho yenzis' umjojo
Sauce ngath' iphuma kumbhobho (woah)
Abantwana bayanditsala-tsala
Ufun' uskora njengo tshabalala
Andilali njenge phara phara
Andilambi bath' ndityamatshamba
Andidlal' like bafana fana (No)
Zitakalani ezintwana ntwana
Phanda kusasa de kuyotshon' ilanga
Yazi iflow zam mna zigcwel' umlambo

[Hook]
Flex bathi ndity amatshamba x 4
Funu ibeef uye kwanyama rama
Mpilo inzima nam ndiyazama zama
Man I flex hard bathi ndityamatshamba