Zahara (SA)
Ntombenhle
[Chorus]
Ntombenhle (enhle kangaka)
Ehlal'ezantsi (ezintabeni)
Ntombenhle (enhle kangaka)
Ehlal'ezantsi (ezintabeni)
Bathe betheza (bethez'iinkuni)
Kanti iizingcondo (zalomtshakazi)
Bathe betheza (bethez'iinkuni)
Kanti iizingcondo (zalomtshakazi)

[Verse 1] X2
Kudal' abafana bend'zulela
Bendingqungela kulentaba
Kudal' abafana bend'zulela
Bendingqungela kulentaba
Kudala bendibuza, Ndihlelele ntoni kulentaba

[Chorus]

[Verse 1]

[Pre-Chorus]
Ntombenhle enhle kangaka
Ehlal'ezantsi ezintabeni

[Chorus]x3