Nizalwa Ngobani

[Pre-Chorus]

The world changes, revolutionaries die

And the children forget
The ghetto is our first love

And our dreams are drenched in gold

We don't even cry

We don't even cry

About it no more

Are the beautiful ones really dead



[Chorus]

Nizilibel'uba nizalwa ngobani (Oh nizalwa ngobani)

Nizilibel'uba nizalwa ngobani na (Oh nizalwa ngobani)

Nizilibel'uba nizalwa ngobani (Oh nizalwa ngobani)

Nizilibel'uba nizalwa ngobani na (Oh nizalwa ngobani)



Intlungu zonina belilel'insuku zobomi babo

Intlungu zobawo, zobawo, zobawo

Befel'ilizwe lakho



[Bridge]

Hey uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungumama

(Z'gqibil'izindaba Rhawutini'ungumama)

Hey uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungumama

(Z'gqibil'izindaba Rhawutini'ungumama)

Uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungumama

(Z'gqibil'izindaba Rhawutini'ungumama)

Uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungutata

Uzigqibil'izindaba



Ntlungu zonina, ntlungu zobawo

Belil' insuku zobomi benu

Ntlungu zonina, ntlungu zobawo

Belil' insuku zobomi benu



[Pre-Chorus]

The world changes, revolutionaries die

And the children forget

The ghetto is our first love

And our dreams are drenched in gold

We don't even cry

We don't even cry

About it no more

Are the beautiful ones really dead



Ntlungu zobawo belwel'inguquko

Ntlungu zonina belilela wena

Int'oyaziyo kuzigqib'iindab'eGoli

Ntlungu zobawo befel'inguquko

Ntlungu zonina belilela wena

Int'oyaziyo kuzigqib'iindab'eGoli



[Bridge]

Hey uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungumama

(Z'gqibil'izindaba Rhawutini'ungumama)

Hey uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungumama

(Z'gqibil'izindaba Rhawutini'ungumama)

Uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungumama

(Z'gqibil'izindaba Rhawutini'ungumama)

Uzigqibil'izindaba eRhawutini'ungutata

Uzigqibil'izindaba



Madikizela

(Qhawe)

Nawe Sobukwe

(Qhawe)

Nawe Mandela

(Qhawe lamaQhawe)



Madikizela

(Qhawe)

Nawe Biko

(Qhawe)

Nawe Sisulu

(Qhawe lamaQhawe)



Madikizela

(Qhawe)

Belete

(Qhawe)

Kwame Nkrumah

(Qhawe lamaQhawe)



Madikizela, Madikizela

(Qhawe)

Madikizela

(Qhawe)

Madikizela

(Qhawe lamaQhawe)



Madikizela, Madikizela

(Qhawe)

Madikizela

(Qhawe)

Madikizela

(Qhawe lamaQhawe)

More from Zabalaza

More by Thandiswa Mazwai

All Thandiswa Mazwai songs →