Woah woah
Woah woah
Ndikhule ndingena nto
Ngothando luka mama
Ndandonwabile ndandi khuselekile
Ndikhule ndingena nto
Ngothando luka mama
Ndandonwabile ndandi bendilungile
Andifuni kakhulu ndifuna nje
Ukwenza umama azithe ngam
Ndifuna nje ukumthengela ikhaya
Andifuni kakhulu ndifuna nje
Ukwenza umama azithe ngam
Ndifuna nje ukumthengela ikhaya
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ayi uTyler aka Tshelwa
Ndikhule ndingena nto
Ngothando luka mama
Ndandonwabile ndandi khuselekilе
Ndikhule ndingena nto
Ngothando luka mama
Ndandonwabile bеndi lungile
Andifuni kakhulu ndifuna nje
Ukwenza umama azithe ngam
Ndifuna nje ukumthengela ikhaya
Andifuni kakhulu ndifuna nje
Ukwenza umama azithe ngam
Ndifuna nje ukumthengela ikhaya
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo
Ndimthande ngalendlela andithanda ngayo