Tyler ICU
Nga Madolo
Ha ha ha
Ha ha ha
Ha ha ha
Ha ha ha

Sibuthwele ubumnzima
Thixo Somandla maye impiło inzima
Sibuthwele ubumnzima
Thixo Somandla maye lempiło inzima

Siphila nje asilazi ikusasa lisiphatheleni na
Siphila nje asinayo indawo yokulala
Siphila nje asilazi ikusasa lisiphatheleni na
Siphila nje asinayo indawo yokulala

Maye he maye maye
Maye maye maye maye
Maye maye maye maye
Maye maye maye silamulele

Anilelanga niguqe ngamadolo
Anilelanga niguqe ngamadolo
Anilelanga niguqe ngamadolo
Anilelanga niguqe ngamadolo

Anilelanga niguqe ngamadolo
Anilelanga niguqe ngamadolo
Anilelanga niguqe ngamadolo
Anilelanga niguqe ngamadolo