Vusi Nova
Ndikuthandile
[Verse 1]
Thatha nants'intliziyo yam'
Thatha nal'uthando lolwakho
Thatha nants'intliziyo yam'
Zuyiphathe njengeqanda
Sthandwa andenzi ngabom'
Ndiyaz'thandela apha kuwe
Heybo andenzi ngabom' yooh
Ndicel'

[Chorus]
Ndikuthandile sthandwa sam'
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo, soze luphele
Ndikuthandile sthandwa sam'
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo, soze luphele

[Verse 2]
Indlela ondithanda ngayo
Kukhw'indlela ondibamba ngayo
Baby indlela ondijonga ngayo
Baby iyandigqiba, yeah
Sthandwa andenzi ngabom' yeah
Andiphathwa nazintloni
Xa ndifun'ukbamba, ndifun'ukuk'thanda
Ngaske lingatshoni
Baby baby baby baby baby
[Chorus]
Ndikuthandile sthandwa sam'
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo, soze luphele

[Bridge]
Uthath'umphemfumlo wami, Thulisile
Ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe
Uthath'umphemfumlo wami, Thulisile
Ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe

[Chorus]
Ndikuthandile sthandwa sam'
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo, soze luphele
Ndikuthandile sthandwa sam'
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo, soze luphele