Vusi Nova
Usezondibona
[Chorus]
Ngoba usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba usezondibona
Usezondibona
Usezondibona

[Verse 1: Vusi Nova]
Hhe kukho abantu abahamba bethetha
Bathetha ngam bathi mina ngiphelelwe
Nisezondibona
Awuqedelisanga igama lam
Awugqibelisanga igama lam
Phezulu zogqibela ngawe
Awu ndim lona
Mna bend'gayazi mnt'omnyama kanti unjani
Siqwenelelana ububi ehe e
Ubuz'xelele kuphelile ngam
Uzobhijel' ebukhweni wena

[Chorus]
Ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Hey ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
[Verse 2: Zahara]
One lala vuka
Twice udlala ngam kaloku
Okwesithathu ngumnqakathi! umh mh mhu
Bekuyintlebendwane, ngamayelenqe
Beniqulunqa ngegama lam. ehe he he he he he
Okwesine, I became lonely
I didn't know where to go
I was confused
Okwesihlanu, nina nihlangene ngegama lam
Ndiyanithanda
Ha he he he he he

[Chorus]
Ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Hey ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Sithi ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Hey usezondibona
Usezondibona usezondibona
Ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona
Ngoba usezondibona
Usezondibona usezondibona