[Verse 1: Babalwa M]
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Ndizakhele izihlobo zam'
Ndizi zamele ubomi bam'
Yandisa
Khulula umoya wam'
Susa ixhala lam'
Likude ikhaya lam'
[Verse 2: Yallunder]
Xandisuka kuwe
Ndophalala njenga manzi
Ungandishiyi, khanyisa
Bawo xa ndishiya nguwe
Ndophalala njenga manzi
Zunga ndiyekele ikhanyisa
Khanyisa
[Verse 3: Makhanj]
Laba bantu ngabam'
Bayandithanda
Bayando mbatha
Naxa ndilila
Bayand' khuthaza
Bakhethelwe mna
Baya khathala, ebum' nyameni
Abanondishiya
[Chorus: Babalwa M & Makhanj]
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam’
Likude ikhaya lam’
[Bridge: Babalwa M]
Ndizakhele izihlobo zam'
Ndizi zamele ubomi bam'
Yandisa
Khulula umoya wam'
Susa ixhala lam'
[Refrain: Yallunder]
Xandisuka kuwe
Ndophalala njenga manzi
Ungandishiyi, khanyisa
Bawo xa ndishiya nguwe
Ndophalala njenga manzi
Zunga ndiyekele ikhanyisa
Khanyisa
[Chorus: Babalwa M]
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likudе ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'
Likude ikhaya lam'