Miriam Makeba
Lakutshn Ilanga
[Chorus]
Lakutshn' ilanga
Zakubuyi inkomo
Ndakuqinga ngagawe
Lakutshn' ilanga

[Verse 1]
Yakuvel' iminyanga
Pheshaya kwalwandle
Zakubuy' imtaka
Lakutshn' ilanga

[Verse 2]
Ndiyo hamba ndikufuna
Ezindleni nase setradweni
Espedlela, [?]
Ndide ndi kufumane

[Chorus]
Lakutshn' ilanga
Zakubuyi inkomo
Ndakucinga ngawe
Lakutshn' ilanga