Ungangilimazi

Le ntliziyo yam
Zuyibambe ngesisa sesandla sakho
Andilindelanga kuhle kodwa
Ungangilimazi
Le ntliziyo yam
Zuyibambe ngesisa sesandla sakho
Andilindelanga kuhle kodwa
Ungangilimazi

Yile intliziyo yam
Zuyibambe ngesisa sesandla sakho
Andilindelanga kuhle kodwa
Ungangilimazi

Ngiyazi kundzima
Bengcela ungadinwa
Ngizokuthanda ngizoyigada

Ngiyazi kundzima
Bengcela ungadinwa
Ngizokuthanda ngizoyigada

Ntliziyo yakho dali
Ungandilimazi
Ntliziyo yakho dali
Angilindelanga kuhle kodwa
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali
Ntliziyo yakho dali
Angilindelanga kuhle kodwa
Ntliziyo yakho dali
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi

Le yintliziyo yam
Zuyibambe ngesisa sesandla sakho
Angilindelanga kuhle kodwa
Ungangilimazi

Le yintliziyo yam
Zuyibambe ngesisa sesandla sakho
Angilindelanga kuhle kodwa
Ungangilimazi

Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi

Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali
Ungangilimazi
Ntliziyo yakho dali