Ndenzel’ Uncedo lyrics

Joyous Celebration

Hlala, ho hlala nami
Litshonil' ilanga
Ubusuku bufikile Nkosi
Mandi, mandingasali
Ndingenay' uMncedi
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Buya, buyakhawleza obu bomi bami
Ndiya, ndiyashiywa zezomhlaba izinto
Mna ndibona iiguquleko, iiguquleko zodwa
Wen' ongaguquki, ohlala nam'
Tyhini ndenzel'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenzel', ndinzel' uncedo ngokuhlala nam'

Think your friends would be interested? Share this lyrics!

A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #

Contact Us DMCA Policy Privacy Policy
Copyright © 2013-2021 Lyrics.lol